UHEZEKILE 36:25
UHEZEKILE 36:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kunitshiza ngamanzi acocekileyo ukuze nicoceke; ndiya kukukhupha ukungcola kuni, ndinenze nahlukane nezithixo.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 36UHEZEKILE 36:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kunitshiza ngamanzi amhlophe, nihlambuluke; ndinihlambùlule kubunqambi benu bonke, nakwizigodo zenu zonke.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 36