UHEZEKILE 36:28
UHEZEKILE 36:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
niya kuhlala ezweni endalinika ooyihlo; nibe ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 36UHEZEKILE 36:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
Niya kuhlala elizweni endandilabele ookhokho benu; niya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wenu.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 36