1
Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Lulo olu ke utando, lwokuba sihambe ngokwemiyalelo yake. Nguwo lo umyalelo: Lwokuba niti, njengokuba benivile kwa sekuqaleni, nihambe kulo.
Thelekisa
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:6
2
Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:9
Osukuba epambuka, engahlali elufundisweni luka‐Kristu, akanaye UTIXO. Ohlalayo elufundisweni luka‐Kristu, yena lo u NOYISE kwa NONYANA.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:9
3
Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:8
Zilumkeleni, ukuze singalahlekani nezozinto sizisebenzileyo, siti samkele umvuzo ozalisekileyo.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:8
4
Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:7
Ngokuba abakohlisi abaninzi bengene elizweni, abangavumiyo u‐Yesu Kristu ukuba ubesiza enyameni. Onjalo ungumkohlisi no‐Antikristu.
Phonononga Eyesibini incwadi ka‐Johane 1:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo