1
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Lulo olu ke ukalipo sinalo ngakuye, ukuba, xeshekweni sicela into ngokwentando yake, uyasiva
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:14
2
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:15
naxeshekweni saziyo ukuba uyasiva, oko sisukuba sikucela, siyazi ukuba siyazuza ingcelo ezo esiziceleyo kuye.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:15
3
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:3-4
Ngokuba lulo olu utando LUKATIXO, ukuba siyigcine imiyalelo yake: imiyalelo yake ayinzima ke. Ngokuba konke okuzelweyo NGUTIXO kuloyisa ilizwe: lulo olu ke ulwoyiso oluloyisayo ilizwe, ukolo lwetu.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:3-4
4
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:12
Onaye UNYANA, unabo ubomi; lowo ungenaye unyana KATIXO, akanabo ubomi.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:12
5
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:13
EZIZINTO ndiziba̔lile kuni nikolwayo egameni lonyana KATIXO; ukuze nibe nokwazi ukuba ninabo ubomi obungunapakade, nokuze nibe nokukolwa egameni lonyana KATIXO.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:13
6
Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:18
Siyazi ukuba lowo usukuba ezelwe NGUTIXO akoni: uti owazalwayo NGUTIXO azigcine, ati okohlakeleyo angampati.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Johane 5:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo