1
Eyesitatu incwadi ka‐Johane 1:2
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Sitandwa! pezu kwezinto zonke ndiyanqwena ukuba uhanjiswe kakuhle upile nokupila, kwa njengokuba uhanjiswa kakuhle umpefumlo wako.
Thelekisa
Phonononga Eyesitatu incwadi ka‐Johane 1:2
2
Eyesitatu incwadi ka‐Johane 1:11
Sitandwa! ungalandeli oko kukohlakeleyo, uti ulandele oko kulungileyo. Owenza okulungileyo ungowakuye UTIXO; kodwa owenza okukohlakeleyo akambonanga UTIXO.
Phonononga Eyesitatu incwadi ka‐Johane 1:11
3
Eyesitatu incwadi ka‐Johane 1:4
Andinalo uvuyo olukulu ngakumbi kuko oku, ukuba ndive usapo lwam ukuba luyahamba enyanisweni.
Phonononga Eyesitatu incwadi ka‐Johane 1:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo