1
Eyokuqala ka‐Samyali 15:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza u‐Samyali wati: UYEHOVA uyakoliswa ngamadini okutshiswa nemibingo na, njengokuba ekoliswa kukuva ilizwi LIKAYEHOVA? Bona ke, ukuva kulungile ngapezu kwombingo, nokupulapula ngapezu kwenqata lenkunzi zegusha.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 15:22
2
Eyokuqala ka‐Samyali 15:23
Ngokuba ukungeva kusisono sokulaula, nenkani ikukukonza amadalo neterafi. Ngenxa yokuba ulahlile ilizwi LIKAYEHOVA, naye ulahlile wena ungabi ngukumkani.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 15:23
3
Eyokuqala ka‐Samyali 15:29
kanjako oyinyaniso ka‐Sirayeli akaxoki, akaguquki nokuguquka; ngokuba engengumntu, ukuba aguquke.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 15:29
4
Eyokuqala ka‐Samyali 15:11
Kulusizi kum ukuba ndimenzile u‐Saule ukumkani; ngokuba ebuyile emva kwam, namazwi am engawafezanga. Waza waqumba u‐Samyali, wakala KUYEHOVA ubusuku bonke.
Phonononga Eyokuqala ka‐Samyali 15:11
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo