USAMUWELI I 15:11
USAMUWELI I 15:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiyazohlwaya ngenxa yokuba ndimenzile uSawule ukumkani; ngokuba ebuyile ekundilandeleni, akalifeza ilizwi lam. Wavutha ngumsindo uSamuweli, wakhala kuYehova ubusuku bonke.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 15USAMUWELI I 15:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ndiyazisola ngokumenza ukumkani uSawule lo. Selenxaxhile kum ngokungawuthobeli umyalelo wam.” Wakhathazeka kakhulu uSamweli yile nto. Wahlala ubusuku bonke ezibika kuNdikhoyo.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 15