USAMUWELI I 15:22
USAMUWELI I 15:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uSamuweli, UYehova unonelele amadini anyukayo nemibingelelo, ngangokuba enonelele ukuphulaphulwa kwezwi likaYehova, yini na? Yabona, ukuphulaphula kulungile ngaphezu kombingelelo, nokubaza iindlebe kulungile ngaphezu kwamanqatha eenkunzi zeegusha.
USAMUWELI I 15:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uqhube wenjenje uSamweli: “Ngaba yintoni emkholisayo uNdikhoyo: kukumthobela, okanye kukumenzela iminikelo namadini? Ukuthobela uNdikhoyo kubhetele kunokumenzela idini, nokuphulaphula kungcono kunamanqatha enkunzi!
USAMUWELI I 15:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uSamuweli, uYehova unonelele amadini anyukayo nemibingelelo, ngaphezu kokuva ilizwi likaYehova? Yabona, ukuphulaphula kulungile ngaphezu kombingelelo, ukuphulaphula kulungile ngaphezu kwamanqatha eenkunzi zeegusha.
USAMUWELI I 15:22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza u‐Samyali wati: UYEHOVA uyakoliswa ngamadini okutshiswa nemibingo na, njengokuba ekoliswa kukuva ilizwi LIKAYEHOVA? Bona ke, ukuva kulungile ngapezu kwombingo, nokupulapula ngapezu kwenqata lenkunzi zegusha.