USAMUWELI I 15:23
USAMUWELI I 15:23 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba ukungeva kusisono sokulaula, nenkani ikukukonza amadalo neterafi. Ngenxa yokuba ulahlile ilizwi LIKAYEHOVA, naye ulahlile wena ungabi ngukumkani.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 15USAMUWELI I 15:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba ukuba neenkani kusisono esinjengokuvumisa, ubungqola bunjengenkonzo yezithixo nemilondekhaya. Ngenxa yokuba ulicekisile ilizwi likaYehova, naye ukucekisile ukuba ungabi kumkani.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 15