1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:25-26
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjako bonke abazamayo ezindlalweni bayenza ngobunca̔tu ezintweni zonke. Kekaloku bona abo ke bayazama ukuze bamkele isitsaba esonakalayo, kodwa tina ukuze samkele esingonakaliyo. Mna ngoko ke ndiyenje njalo ukubaleka, njengokuba kungengendawo engabonakaliyo; ndiyenje njalo ukulwa, njengokuba ndingabeti umoya
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:25-26
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:27
koko ndiwubulala umzimba wam, ndiwukonzise, hleze kungati, ndakuba ndishumayele kwabanye, ndibe mna ngokwam ndingowaliwayo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:27
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:24
Anazi na ukuba abo babalekayo emjikelezweni bayabaleka bonke ke, kodwa uba mnye owamkela umvuzo? Yenzani njalo ukubaleka, ukuba nizuze.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:24
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:22
Kubo ababutataka ndaba njengobutataka, ukuze ndibazuze ababutataka: sendiba zinto zonke kubo bonke, ukuze nditi ngendawo zonke ndisindise inxenye.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 9:22
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo