1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:6
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
noko kuti kuko UTIXO mnye, UYISE, okuvela kuye izinto zonke, nati tina singenxa yake; NENKOSI nye, u‐Yesu Kristu, okubako ngaye izinto zonke, nati tina singaye.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:6
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:1-2
KEKALOKU ngazo izinto ezibingelweyo izitixo, siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ukwazi kuyavutelanisa, kodwa utando luyamisa. Ukuba ke umntu uba uyayazi into, akakazi luto njengokuba efanele ukulwazi.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:1-2
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:13
Ngako oko ukuba ukudla kuyaxakanisa umzalwana wam, andisayi kutya inyama napakade, ukuze umzalwana wam ndingamxakanisi.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:13
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:9
Lumkani kodwa hleze kungati eligunya lenu libe sisiku̔bekiso kubo ababutataka.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 8:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo