KWABASEKORINTE I 9:24
KWABASEKORINTE I 9:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Anazi na, ukuba abo babalekayo elugqatsweni, babaleka bonke okunene, kodwa ke mnye owamkelayo umvuzo? Balekani ngokunjalo ke, ukuze nizuze.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9KWABASEKORINTE I 9:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nani niyazi ukuba kukhuphiswano lweembaleki baba baninzi abazigqatsayo, kodwa mnye kuphela kubo ozuza imbasa. Nani ke balekelani ukuze nifumane imbasa.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9