KwabaseKorinte 1 9:24

KwabaseKorinte 1 9:24 CXB24

Anazi na, ukuba abo babalekayo elugqatsweni, babaleka bonke okunene, kodwa ke mnye owamkelayo umvuzo? Balekani ngokunjalo ke, ukuze nizuze.