KWABASEKORINTE I 9:22
KWABASEKORINTE I 9:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kwabo bangenamandla, ndaba njengongenamandla, ukuze ndibazuze abangenamandla; kubo bonke ndesuka ndaba ziinto zonke, ukuze ngeendlela zonke ndisindise inxenye.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9KWABASEKORINTE I 9:22 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa ndiphakathi kwabantu abasephantsi kwesithethe ndiba njengabo, ukuze ndibazuze. Ngoko ke ndiba zizinto zonke kubantu bonke, ukuze ndiyisindise inxalenye yabo xa kunokwenzeka.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 9