1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:19-20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Anazi yinina, okokuba umzimba wenu uyitempile YOMOYA OYINGCWELE okuni, eninaye evela KUTIXO, nokuba aningabenu? Ngokuba benitengiwe ngenani: dumisani ke ngoko UTIXO, emzimbeni wenu, nasemoyeni wenu, eye KATIXO yomibini.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:19-20
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:9-10
Anazi yinina, okokuba abonayo abayi kulidla ilifa lobukumkani BUKATIXO? Ize ningakohliswa ke: kwa nabapimisi, nabakonzi bezitixo, nabaṙexezi, namahenyu, nabalala namadoda, namasela, namabawa, namanxila, nabatuki, nabapangi, abayi kulidla ilifa lobukumkani BUKATIXO.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:9-10
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:18
Balekani umbulo. Zonke izono asukuba ezenza umntu, zingapandle kwomzimba; kodwa owenza umbulo, uyonela owake umzimba.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:18
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:12
Zonke izinto ndizivunyelwe, koko zingezizo zonke izinto ezindilungeleyo; zonke izinto ndizivunyelwe, koko ndingayi kubanjwa ngapantsi kwamandla ento nanye.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:12
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:14
Kanjalo UTIXO wayivusa INKOSI, waeya kuvusa kwa nati ngawo amandla ayo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 6:14
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo