KWABASEKORINTE I 6:18
KWABASEKORINTE I 6:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wubalekeni umbulo. Zonke izono athe umntu wazenza, zingaphandle komzimba; ke lowo wenza umbulo, wona owakhe umzimba.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 6KWABASEKORINTE I 6:18 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kucezeleni ukurheletya. Ezinye izono umntu anokuzenza aziwungcolisi umzimba, kodwa yena umrheletyi wona umzimba wakhe.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 6