1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa kaloku ndiba̔lile kuni ukuba maningakolani naye, xeshekweni umntu obizwa ngegama lomzalwana anguye umpimisi, mhlaumbi olibawa, mhlaumbi umkonzi wezitixo, mhlaumbi umtuki, mhlaumbi olinxila, mhlaumbi umpangi; onjalo maningake nidlelane naye.
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:11
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7
Gecani ngoko nipumise igwele elidala, ukuze nibe lisimba lentlama elitsha, njengokuba ningabo abangenagwele. Ngokuba ipasika yetu nayo isibingelwe, kwa u‐Kristu.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:12-13
Ngokuba kuyinto nina kum ukuba nabapandle ndibagwebe? Abapakati anibagwebi na nina? Kodwa abapandle UTIXO uyabagweba. Ize nikwelelise lomntu okohlakeleyo kwa kuni nina.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:12-13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo