KWABASEKORINTE I 5:7
KWABASEKORINTE I 5:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Likhupheni ngoko kuthi tu igwele elidala, ukuze nibe yintlama entsha, ekubeni ningabangenagwele. Kuba nathi siyibingelelwe neyethu ipasika,• enguKristu.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 5KWABASEKORINTE I 5:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Likhupheni ngoko liphele tu igwele elidala elonakalisayo, ukuze nibe yintlama entsha. Kaloku niyintlama engenagwele, kuba *iPasika yethu seyilungisiwe, ethe nje uKrestu, ixhwane lethu lePasika, wenziwa idini.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 5