Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 5:7 XHO1902A
Gecani ngoko nipumise igwele elidala, ukuze nibe lisimba lentlama elitsha, njengokuba ningabo abangenagwele. Ngokuba ipasika yetu nayo isibingelwe, kwa u‐Kristu.