Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4

1

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:20

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Ngokuba ubukumkani BUKATIXO bungemi elizwini, koko bumi emandleni.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:20

2

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:5

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Kwa njalo ke ningagwebi into lingekabiko ixesha, ide ifike INKOSI, eya kuti nezinto ezifihlakeleyo zobumnyama azizise ekuhleni, namaqinga entliziyo awabonakalise: bandule oko bonke ngabanye babe nodunyiswa lwabo KUTIXO.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:5

3

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:2

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

Kanjako kufunelwa emagoseni, ukuba umntu afunyanwe enyanisekile.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:2

4

Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:1

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)

MAKATI umntu enje njalo ukubalela tina, njengokuba singabakonzi baka‐Kristu namagosa emfihlakalo ZIKATIXO.

Thelekisa

Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4:1

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 4

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo