1
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Anazi na ukuba niyitempile KATIXO, nokuba UMOYA KATIXO umi kuni?
Thelekisa
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:16
2
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:11
Ngokuba kungeko mntu ongabekayo omnye umsekelo ngapandle kwalowo omiyo, oba ngu‐Yesu Kristu.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:11
3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:7
Kwa njalo ke notyalayo akaluto, nonyelayo akaluto; eyona nto NGUTIXO omilisayo.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:7
4
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:9
Ngokuba singabasebenzisi BAKATIXO: nina niyintsimi KATIXO, nisisakiwo SIKATIXO.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:9
5
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:13
umsebenzi wabanye ngabanye uya kubonakaliswa: ngokuba umhla lowo uya kuwuhlakazela, kuba utyilwa emlilweni; nomsebenzi wabanye ngabanye umlilo lowo wowulinga ukuba ungowanina.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:13
6
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:8
Kanjako otyalayo nonyelayo banye; kodwa omnye nomnye uya kwamkela owake umvuzo ngokwowake umsebenzi.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:8
7
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:18
Makungabiko namnye ozilukuhlayo. Ukuba kuko umntu oba ulilumko pakati kwenu kwelilizwe likoyo, makabe sisidenge, ukuze abe lilumko.
Phonononga Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Korinte 3:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo