KWABASEKORINTE I 3:7
KWABASEKORINTE I 3:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke lowo utyalayo akalutho, nalowo unkcenkceshayo akalutho; ke nguThixo okhulisayo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3KWABASEKORINTE I 3:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngoko ke lowo utyalayo akalutho, nalowo unkcenkceshayo akalutho; oyinto nguThixo lo uhlumisayo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE I 3