1
ULUKA 10:19
IBHAYIBHILE
Niyabona, ndininike igunya lokunyathela phezu kweenyoka noonomadudwane, naphezu kwawo onke amandla alowo ulutshaba. Ke ayikho konke into enokunenzakalisa.
Thelekisa
Phonononga ULUKA 10:19
2
ULUKA 10:41-42
Waphendula ke uYesu, wathi kuye: “Wena Marta, uzikhathaza ngezinto ezininzi, kanti inye kuphela eyimfuneko. UMariya unyule loo nto ilungileyo, kwaye ayiyi kuhluthwa kuye.”
Phonononga ULUKA 10:41-42
3
ULUKA 10:27
Ke yena wathi: “Kuthiwa: ‘Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangamandla akho ephela, nangengqondo yakho iphela; umthande ummelwane wakho kanye ngale ndlela uzithanda ngayo nawe. ’ ”
Phonononga ULUKA 10:27
4
ULUKA 10:2
isithi kubo: “Isivuno okunene sikhulu, kodwa bona abasebenzi bambalwa. Mbongozeni ke ngoko uMnini-ntsimi, ukuba athumele abasebenzi, baye kuvuna.
Phonononga ULUKA 10:2
5
ULUKA 10:36-37
“Khawutsho ke, nguwuphi kwabo bathathu owaba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni?” Umchazi-mthetho wathi: “Ngulowo waba novelwano.” Waza uYesu wathi kuye: “Hamba uye kwenjenjalo ke nawe.”
Phonononga ULUKA 10:36-37
6
ULUKA 10:3
Hambani ke. Niyabona, ndinithuma njengamatakane phakathi kweengcuka.
Phonononga ULUKA 10:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo