1
ULUKA 11:13
IBHAYIBHILE
Ukuba ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi yena uYihlo osezulwini ukugqithisela ukubapha uMoya oyiNgcwele abo bamcelayo?”
Thelekisa
Phonononga ULUKA 11:13
2
ULUKA 11:9
“Mna ke ngoko ndithi kuni: Celani, nophiwa; funani, nofumana; nkqonkqozani, novulelwa
Phonononga ULUKA 11:9
3
ULUKA 11:10
kuba wonke umntu ocelayo uyazúza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo wovulelwa.
Phonononga ULUKA 11:10
4
ULUKA 11:2
Wathi ke kubo uYesu: “Xa nithandazayo yithini: “ ‘Bawo, malaziwe lihlonelwe igama lakho; malongame ulawulo lwakho.
Phonononga ULUKA 11:2
5
ULUKA 11:4
usixolele izono zethu, kuba nathi sibaxolela bonke abanamatyala kuthi; ungasiyekeli ekulingweni.’ ”
Phonononga ULUKA 11:4
6
ULUKA 11:3
Hlala usibonelela kwiintswelo zethu zemihla ngemihla
Phonononga ULUKA 11:3
7
ULUKA 11:34
Isibane somzimba liliso. Xa ke iliso lakho lilungile, umzimba wakho uphela uyakhanyiseleka; xa lithe alalunga, umzimba wakho usebumnyameni.
Phonononga ULUKA 11:34
8
ULUKA 11:33
“Akukho mntu uthi, esilumekile isibane, asibeke endaweni efihlakeleyo okanye phantsi kwesitya; usixhoma endaweni yaso, ukuze abangenayo bakhanyiselwe.
Phonononga ULUKA 11:33
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo