ULUKA 10:41-42

ULUKA 10:41-42 XHO96

Waphendula ke uYesu, wathi kuye: “Wena Marta, uzikhathaza ngezinto ezininzi, kanti inye kuphela eyimfuneko. UMariya unyule loo nto ilungileyo, kwaye ayiyi kuhluthwa kuye.”

Ividiyo ye ULUKA 10:41-42

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne ULUKA 10:41-42