1
UISAYA 25:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Yehova, unguThixo wam; ndiya kukuphakamisa, ndiya kubulela kwigama lakho; ngokuba wenzé imisebenzi ebalulekileyo, amacebo akho kwakude, ukunyaniseka, inyaniso.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 25:1
2
UISAYA 25:8
Iya kuginya ukufa kuphele, izisule iNkosi uYehova iinyembezi ebusweni bonke, ingcikivo yabantu bayo iyisuse ehlabathini lonke, kuba uYehova ethethile.
Phonononga UISAYA 25:8
3
UISAYA 25:9
Kuya kuthiwa ngaloo mini, Yabona, lo nguThixo wethu; besithembele kuye, ukuba asisindise; nguYehova lo besithembele kuye; masigcobe, sivuye ngosindiso lwakhe.
Phonononga UISAYA 25:9
4
UISAYA 25:7
aginye kule ntaba umphambili wesigqubuthelo esizigqubutheleyo izizwe zonke, nesigubungelo esizigubungeleyo zonke iintlanga.
Phonononga UISAYA 25:7
5
UISAYA 25:6
UYehova wemikhosi uya kuzenzela zonke izizwe isidlo sezinto ezityebileyo kule ntaba, isidlo sewayini egcinwe ngeentsipho, sezinto ezityebileyo ezinomongo, sewayini egcinwe ngeentsipho, yaza yahluzwa
Phonononga UISAYA 25:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo