Ukusuka ebuMnyameni uye ekuKhanyeniIsampulu
SiSindisiwe eSonweni
Eli binzana lithi ukusindiswa esonweni lithetha ukuba kuye kwabhatalelwa okanye kwathengwa into, njengekhoboka elithi likhululwe ngokubhatalelwa intlawulelo.
Ngenxa yesono sendoda enye (u-Adam), konke okudaliweyo kwafumana isohlwayo esiza nokophulwa kwemigaqo: ukufa. Ngethamsanqa, enye indoda – uYesu Kristu, unyana kaThixo ophilayo – wasifela ukuze singaphindi sohlwaywe ngokufa. Ngoku, singahamba sikhululekile esonweni nasekufeni!
Ezingcwele zisifundisa ukuba sime singagungqi kwinkululeko yethu kwaye singaphindi sibopheleleke esonweni. Xa sikholelwa kuKristu sifumana ubomi baKhe, ngoko sikhululekile ekufeni.
Malunga nesi Sicwangciso
Oku kufunda iintsuku ezintathu kuhlolahlola inyaniso engummangaliso yokuba iNkosi yathi yasigqithisa ukusuka kubukumkani bobumnyama ukuya kuBukumkani baKhe bokukhanya.
More
Sithanda ukubulela Enoch Otu ngokusinika esi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda undwendwele: https://www.facebook.com/enoch.otu.1?mibextid=LQQJ4d