INtshumayeliIsampulu

INtshumayeli

Usuku 12 LWE 12

Usuku 11

Malunga nesi Sicwangciso

INtshumayeli

Esi sicwangciso sokufunda isahluko esinye ngosuku siya kukunceda ufumanise intsingiselo yobomi – ingakumbi ukuba ubukade uyikhangela kwiindawo ezingalunganga. Khumbula ukuba iziyolo, ukuba nezinto kunye nodumo azihlali unaphakade kwaye azikwanelisi, kwaye khumbula ukuba indlela eya kubomi obunentsingiselo izele bubulumko, intobeko kunye nokoyika uThixo. Esi sicwangciso siphuhliswe yiYouVersion.

More

Sithanda ukubulela Returning to the Gospel - Southern Africa ngokusinika esi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda undwendwele: https://returningtothegospel.com/