Isicwangciso sokuFunda soHlaziyoSample

Malunga nesi Sicwangciso

Siye sabhiyozela iMinyaka engama-500 yoHlaziyo ngokubizela eLizwini ngo-2017. Esi sicwangciso, njengoko benzayo abaHlaziyi, sigxininisa: • ILizwi lodwa-- Sola Scriptura, • Ucwangco “lwevangeli” (iBhayibhile elungelelaniswe ngokwezona ncwadi zaba nempembelelo enkulu kubaHlaziyi), • Ubabalo oluthile veki nganye, kunye • Nokusetyenziswa kobuchwepheshe bonxibelelwano bamvanje (ukusuka eGutenberg ukuya kwiYouVersion!).
More
Sithanda ukubulela iLutheran Church yeSithili saseMichigan, ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.crafteddaily.com okanye www.michigandistrict.org