Indlela yokuqalisa ukufunda iBhayibhile
![Indlela yokuqalisa ukufunda iBhayibhile](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F16643%2F1280x720.jpg&w=3840&q=75)
Iintsuku ezi 4
Masithethe inyaniso: siyayazi ukuba yinto elungileyo ukufunda iBhayibhile, kodwa kunzima kakhulu ukuba uyazi indawo ozakuqala kuyo. Kwezintsuku zine zilandelayo, sizakufunda ngokuba kutheni iBhayibhile ibalulekile nje, singaziqhelanisa njani nokuyifunda imihla ngemihla, kwaye isebenza njani ebomini bethu namhlanje.
Esi sicwangciso seBhayibhile santlandlolo senziwa kwaye sanikezelwa ngu-YouVersion.
About The Publisher