Ukubuyisa Uvuyo Lwakho
![Ukubuyisa Uvuyo Lwakho](/_next/image?url=https%3A%2F%2Fimageproxy.youversionapi.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans%2F1279%2F1280x720.jpg&w=3840&q=75)
Iintsuku ezi 5
Ukuba ufuna ulonwabo ebomini bakho, kufuneka ufumane ulungelelwano kwishedyuli yakho. Umfundisi uRick wabelana ngendlela onokuthi ulilungise ngayo igalelo lakho kunye nesiphumo sakho ukuze ukunikela kwakho kunye nokwamkela kwakho kukuncede ubuyise uvuyo lwakho, ungaphulukani nalo.
Esisicwangciso sibhalwe © 2014 nguRick Warren. Onke Amalungelo Agciniwe. Isetyenziswe ngemvume.
About The Publisher