Ubume bengqondoIsampulu

Attitude

Usuku 1 LWE 7

Kuthiwa ubume bengqondo buyinto yonke. Awusoloko unolawulo koko kwenzekayo kuwe, kodwa usoloko unolawulo lwendlela ophendula ngayo. Ubume bakho bengqondo kuphela kwento onokuyilawula i-100% yexesha. IBhayibhile isebenzisa igama elithi 'ingqondo' ukuchaza ubume bakho sengqondo kwinto esidla ngokuyibiza 'ubume bengqondo'. Nokuba yeyiphi na indlela, into oyicingayo ibonakala ngezenzo zakho kwaye ezi zenzo zikhokelela kwindlela othi ubeyiyo. Imikhwa yakho iphuhlisa indlela oyiyo kwaye indlela oyiyo iphuhlisa ikamva lakho. Yonke into iqala ngobume bakho bengqondo. Ithini iBhayibhile ngobume bakho bengqondo?
Usuku 2

Malunga nesi Sicwangciso

Attitude

Ukuba nesimo sengqondo esifanelekileyo kuzo zonke iimeko kunokuba ngumceli mngeni wokwenene. Esi sicwangciso seentsuku ezisixhenxe siya kukunika umbono webhayibhile, kunye nesicatshulwa esifutshane sokufunda yonke imihla. Funda esi sicatshulwa, uzinike ixesha lokuzijonga ngokunyanisekileyo, uze uvumele uThixo ukuba athethe ngemeko yakho. Ngomxholo owandileyo, jonga ku finds.life.church

More

Sithanda ukubulela iLife.Church ngokubonelela ngesi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda utyelele ku: www.life.church.