KWABASEROMA 8:13-14
KWABASEROMA 8:13-14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba xa niphila ngokwenyama, niza kufa; ke ukuba niyazibulala ngoMoya, zife iintlondi zomzimba, nophila. Kuba bonke abakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo abo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8KWABASEROMA 8:13-14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba xa niphila ngokweso simo, niya ekufeni; kodwa ukuba niyazitshitshisa ngamandla oMoya izenzo ezibi zomzimba, niya kudla ubomi. Kaloku abo bakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8KWABASEROMA 8:13-14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba xa niphila ngokwenyama, niza kufa; ke ukuba niyazibulala ngoMoya, zife iintlondi zomzimba, nophila. Kaloku abo bakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8KWABASEROMA 8:13-14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba niza kuti, ukuba niyahlala ngokwenyama, nife; kodwa, ukuba niti NGOMOYA nibulale izenzo zomzimba, niya kudla ubomi. Ngokuba bonke abakokelwayo NGUMOYA KATIXO, bona aba bangonyana BAKATIXO.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 8