KWABASEROMA 8:13-14

KWABASEROMA 8:13-14 XHO96

Kuba xa niphila ngokweso simo, niya ekufeni; kodwa ukuba niyazitshitshisa ngamandla oMoya izenzo ezibi zomzimba, niya kudla ubomi. Kaloku abo bakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.