KwabaseRoma 8:13-14

KwabaseRoma 8:13-14 CXB24

Kuba xa niphila ngokwenyama, niza kufa; ke ukuba niyazibulala ngoMoya, zife iintlondi zomzimba, nophila. Kaloku abo bakhokelwa nguMoya kaThixo, bangoonyana bakaThixo.