Ngokuba niza kuti, ukuba niyahlala ngokwenyama, nife; kodwa, ukuba niti NGOMOYA nibulale izenzo zomzimba, niya kudla ubomi. Ngokuba bonke abakokelwayo NGUMOYA KATIXO, bona aba bangonyana BAKATIXO.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo