Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

ISITYHILELO 16:9

ISITYHILELO 16:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Batsha abantu bubushushu obukhulu; balinyelisa igama likaThixo, onalo igunya kwezo zibetho; àbaguquka bamzukise.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 16

ISITYHILELO 16:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

Batsha abantu seso sihogo. Baliqalekisa igama likaThixo ezeza ngegunya lakhe ezo zibetho. Kodwa abazanga bahlukane nezono, banqule uThixo.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 16

ISITYHILELO 16:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Batsha abantu bubushushu obukhulu, balinyelisa igama likaThixo, onalo igunya kwezo zibetho; abaguquka bamzukise.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 16

ISITYHILELO 16:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Batshiswa ke abantu ngobushushu obukulu, baligxeka igama LIKATIXO onamandla pezu kwezibeto ezi; kanti abaguquka ukuba bamnike udumo.

Yabelana
Funda ISITYHILELO 16
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo