IMIZEKELISO 8:10-11
IMIZEKELISO 8:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yamkelani uqeqesho lwam, ningamkeli silivere; Yamkelani ukwazi ngaphezu kwegolide embiweyo, enyuliweyo. Kuba ubulumko bulungile ngaphezu kwekorale,• Neento zonke ezinqwenelwayo azilingani nabo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 8IMIZEKELISO 8:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nawe ke, yamkela ingqeqesho kunesiliva; ndithi thatha ulwazi kuneyona golide. Mna bulumko ndiyawagqitha namatye exabiso; nakwiindidi zobutyebi mna andidlulwa nto.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 8IMIZEKELISO 8:10-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Yamkelani uqeqesho lwam, ningamkeli silivere; nolwazi ngaphezu kwegolide embiweyo. Kuba ubulumko bulungile ngaphezu kweeperile; nazo zonke izinto ezinqwenelekayo azinakulinganiswa nabo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 8IMIZEKELISO 8:10-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yamkelani imfundiso yam, ningamkeli isilivere; kwa nokwazi ngapezu kwegolide edlulisileyo. Ngokuba ubulumko bulungile pezu kwerubi; nazo zonke izinto ezinqwenelekayo azingelingane nabo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 8