IMIZEKELISO 8:10-11

IMIZEKELISO 8:10-11 XHO75

Yamkelani uqeqesho lwam, ningamkeli silivere; Yamkelani ukwazi ngaphezu kwegolide embiweyo, enyuliweyo. Kuba ubulumko bulungile ngaphezu kwekorale,• Neento zonke ezinqwenelwayo azilingani nabo.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne IMIZEKELISO 8:10-11