Imizekeliso 8:10-11

Imizekeliso 8:10-11 XHO1902A

Yamkelani imfundiso yam, ningamkeli isilivere; kwa nokwazi ngapezu kwegolide edlulisileyo. Ngokuba ubulumko bulungile pezu kwerubi; nazo zonke izinto ezinqwenelekayo azingelingane nabo.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Imizekeliso 8:10-11