UMATEYU 21:9
UMATEYU 21:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zaye ke izihlwele, ebezihamba ngaphambili nebezilandela, zidanduluka, zisithi, Hosana kuye unyana kaDavide! Makabongwe lo uzayo egameni leNkosi! Hosana enyangweni!
Yabelana
Funda UMATEYU 21UMATEYU 21:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Izihlwele ezazihamba phambi koYesu nezazimlandela zazidanduluka zisithi: “Camagu! Nyana kaDavide! Makabongwe lo uzayo egameni leNkosi! Sithi: ‘Bayethe!’ kuPhezukonke!”
Yabelana
Funda UMATEYU 21