uMateyu 21:9

uMateyu 21:9 CXB24

Zaye ke izihlwele, ebezihamba ngaphambili, nebezilandela, zidanduluka, zisithi, Hosana kuye unyana kaDavide! Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi; Hosana enyangweni.