UISAYA 6:7
UISAYA 6:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
yalifikisa emlonyeni wam, yathi, Yabona, eli lahle lifikile nje emlonyeni wakho, bususiwe ubugwenxa bakho, nesono sakho sicanyagushelwe.
Yabelana
Funda UISAYA 6UISAYA 6:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Safika sandirheca ngalo apha emlonyeni, saza ke sathi: “Uyabona ke, likurhecile nje ngoku eli lahle, buphelisiwe ubutyala kuwe, zaye ke nezono zakho zicanyagushelwe.”
Yabelana
Funda UISAYA 6