U‐Yisaya 6:7

U‐Yisaya 6:7 XHO1902A

yacukumisa ngalo umlomo wam, yati: Bona ke, eli licukumisile umlomo wako; ngako inkohlakalo yako isusiwe, nesono sako sixolelwe.