UEZRA 3:3
UEZRA 3:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Basibeka isibingelelo phezu kwesiseko saso; ngokuba bafikelwa kukunkwantya ngenxa yabemi baloo mazwe; yaye banikela iminikelo etshiswayo kuYehova phezu kwayo, iminikelo etshiswayo yakusasa nangokuhlwa.
Yabelana
Funda UEZRA 3UEZRA 3:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Basizinzisa isibingelelo endaweni yaso; ngokuba beboyikiswe zizizwe zala mazwe. Banyusa phezu kwaso amadini anyukayo kuYehova, amadini anyukayo akusasa nawangokuhlwa.
Yabelana
Funda UEZRA 3UEZRA 3:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nakuba babebaxhalele abantu ababemelene nabo, balakha iqonga esizeni salo, baza benzela *uNdikhoyo amadini atshiswayo apho kulo, ndawonye namadini akusasa nawamatshona.
Yabelana
Funda UEZRA 3