U‐Ezera 3:3

U‐Ezera 3:3 XHO1902A

Baza bamisa isibingelo pezu kwamasekelo aso; ngokuba ukwoyika bekupezu kwabo ngenxa yabantu balomazwe: banikela pezu kwaso amadini okutshiswa KUYEHOVA, amadini okutshiswa okusa nawokuhlwa.