uEzra 3:3

uEzra 3:3 CXB24

Basibeka isibingelelo phezu kwesiseko saso; ngokuba bafikelwa kukunkwantya ngenxa yabemi baloo mazwe; yaye banikela iminikelo etshiswayo kuYehova phezu kwayo, iminikelo etshiswayo yakusasa nangokuhlwa.