UHEZEKILE 23:35
UHEZEKILE 23:35 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngako oko itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ngenxa enokuba ùndilibele, wandiphosa emva komhlana wakho, ùya kuwathwala nokuwathwala amanyala akho nokuhenyuza kwakho.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 23UHEZEKILE 23:35 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ngoko ke itsho iNkosi uNdikhoyo ukuthi: Kuba usuke wandilibala, wandifulathela, uza kusithwala isono sokufeba nobuhenyukazi bakho.”
Yabelana
Funda UHEZEKILE 23