UESTERE 7:3
UESTERE 7:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Waphendula uEstere ukumkanikazi, wathi, Ukuba ndifumene inceba emehlweni akho, kumkani, ukuba ukumkani uthe wavuma, mandinikwe umphefumlo wam ngokucela kwam, nangenxa yabantu bakowethu.
Share
Funda UESTERE 7UESTERE 7:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Wandula wapendula u‐Esetere ukumkanikazi, wati: Ukuba ndifumene ufefe emehlweni ako, kumkani! nokuba kunga kulungile kukumkani, mandinikwe ubomi bam ngesicelo sam, nabantu bam ngesikungo sam
Share
Funda UESTERE 7UESTERE 7:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Waphendula uEstere ukumkanikazi, wathi, Ukuba ndithe ndababalwa nguwe, kumkani, ukuba kuthe kwalunga kukumkani, mandinikwe ubomi bam ngokucela kwam, nabantu bakowethu ngokuthandaza kwam.
Share
Funda UESTERE 7UESTERE 7:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke ukumkanikazi uEstere waphendula wathi: “Ukuba ndiyamkeleka kuwe, kumkani, ukuba kukholekile kuwe, ndincede usindise ubomi bam, uhlangule nabantu bakowethu, ndiyakucela.
Share
Funda UESTERE 7