KWABASEKORINTE II 8:9
KWABASEKORINTE II 8:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba niyalwazi ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu, okokuba yathi, ibisisityebi nje, yaba lihlwempu ngenxa yenu, ukuze nina nibe zizityebi ngobuhlwempu bayo obo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 8KWABASEKORINTE II 8:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba nilwazi ufefe LWENKOSI yetu u‐Yesu Kristu, ukuba wati, nangona ebebutyebi, waba buhlwempu ngenxa yenu, ukuze nina ngobuhlwempu bake nibe butyebi.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 8